Est.96 To advertise your business
contact us on:
PONDO NEWS 039 727 1995
NO FEAR, NO COMPROMISE l [email protected]
Friday, July 16, 2021 • [email protected] • Tel: 039 727 1995 FREE l advertising.pondonews
@gmail.com
Iqela lezopolitiko alihambisani
nokutyhuthulwa kweevenkile
Ngu: Dumisani Ntuli
Abantu bebebonakala bephuma nee-troley zigcwele iimpahla emva kokuba bebezityhuthulela kwiivenkile ezohlukeneyo kumbhodamo oqhu-
bekayo wokuzityhuthulela ezivenkileni
Iqela lezopoitiko i-United Demo- iphulo elithi ‘Free Jacob Zuma’. Ngo- zo zobundlavini ezenziwa ngabantu Olu dushe luqhubayo sele kusweleke
cratic Movement ivakalise ukuba kutsho kukaMandlaHlanekela othethe- be-ANC. “Siyi-UDM siyaqinisekisa abantu abangaphezulu kwamashumi
ayihambisani nodushe elinobundlo- la i-UDM eMpuma Koloni, beyi-UDM ukuba sizakuma nabantu beli phondo amabini kwaze kwabanjwa abanga-
bongela neliqhambuke kutsha nje. bafuna ukuthumela amazwi ombulelo ekukhuseleni umgaqo siseko wentan- phezulu kwamakhulu amathandathu
Eli qela lithyole ngelithi, bonke aba kubantu beli phondo ngobuthandazwe do yesininzi,” kuvakalisa isithethi se- KwaZulu-Natal naseGauteng.
benza oku ngabantu be-ANC abaqhuba kwanobumbano ekulwisaneni nezen- UDM uMandla Hlanekela.
DISTRIBUTION AREAS: Richmond, Ixopo, Umzimkhulu, Harding, Kokstad, Matatiele, Mount Fletcher, Mount Ayliff, Ntabankulu, Mount Frere, Qumbu, Tsolo, Libode, Mthatha, Idutywa, Butterworth,
Port St. Johns, Lusikisiki, Flagstaff and Bizana.
PAGE 2 FRIDAY 16 JULY 2021 - FRIDAY 23 JULY 2021 PONDO NEWS
Akukho nethontsi IMpuma Koloni
kubaqhubi beemoto ijongene nemililo enzima
Ngu: Coceka Magubeni
MPUMA KOLONI : Imil- lo eNtywenka. Osisithethi gayicwangcisiyo. “Sisaqhu-
sakwa Working On Fire uN- ba neli xesha lo nyaka, ixesha
ilo yamadlelo ebusika eM- thabiseng Mokone, ukhu- lobusika sicela bonke abantu
phe ingxelo ethi ingaphaya baqhaphele. Abantu maba-
puma Koloni yeyona nto kwamashumi amahlanu imil- yeke ukuqala imililo aban-
ilo ebikiweyo kweli phondo gayidingiyo, abatshayayo
eyenza ixhala kuba igqi- lilonke ukuza kufika ngoku. baqinisekise ukuba bayalici-
Uqhube wathi nangona em- ma icuba ngaphambi kokuba
bela ichaphazela neendawo inye imililo icwangciswa balilahle engceni, abazali ba-
ngamafama, igqibela iba suse abantwana kufutshane
ekuhlala kuzo abantu. mikhulu iwaxake kodwa nezitovu, amakhandlela
uninzi lwemililo yamadlelo kunye neembawula,” kuqu-
Ngokutsho kwesebe le- lubangelwa ngabantu aban- kumbela uMokone.
Forestry Fisheries and En-
vironment libambisene no
Working on Fire, obu busi-
ka bobona bunzima ngenxa
yemililo ebichaphazela
iindawo ezifana nakuTso-
MOUNT AYLIFF: Akuphelanga neveki UMFANEKISO UTHUNYELWE UMFANEKISO UTHUNYELWE
kuqalise uqhushululu noqulukubhode
wokuvalwa kweeLoli ngabaqhankqalazi, kunye nakwaBhaca kuba iKokstad ibivaliwe. INkulumbuso yeMpuma Koloni
kodwa abaqhubi beemoto basemaXesibe- Ukuphela kwepetula kule ndawo kubangel- ibothulele umnqwazi abahlali
ni sele beluva ulwamvila. wa sisibhengezo esikhutshwe ngundlunkulu
wabavelisi be-oyile kweli, emva kokubona
NgoLwesibini emva kwemini, iGaraji eku indlela iiLoli ebezitshiswa ngayo koohola
le dolophu kuye kwanyanzeleka ukuba iva- bendlela zigqibele zingafikanga kwindawo
le nanjengoko kungashiyekanga neqabaza eziya kuyo.
kwindawo yokugalela amafutha emoto. Ez- Inkampani evelisa amafutha emoto iSouth
intsukwini ezingephi ezidlulileyo abaqhubi African Petroleum Refineries (Sapref) ib-
bebekhala ngenxa yokufunquka kwexabiso la- hengeze ukuba izakuthi xha ukuhambisa
mafutha, ngoku bajongene nokunqaba kwawo. iinkonzo kwiiPetrol Stations ngenxa yokut-
Izithuthi zika wonke wonke, nezabantu zi- shiswa kweeLoli ezithutha amafutha.
jike sele zifikile kuba zifikela kwesi saziso.
Uninzi lwabo lugqibele sele lisiya kwiidol- Ukanti, eliphephandaba lilunywe indlebe
ophu ezikufutshane ezifana neNtabankulu ukuba iGaraji yakule dolophu ilinde ama-
futha asuka eMonti kwaye kulindeleke uku-
ba afike ingaphelanga le veki.
‘Mayithwaliswe uxanduva i-ANC
ngalempalalogazi’- Dr.Luyenge INkulumbuso ye Phondo le Mpuma
Koloni u-Oscar Mabuyane ibothulele
Ngu: Patrick Maqungqulu umnqwazi abahlali beli phondo ngokun-
gazibandakanye kudushe oluqhuba
MTHATHA: Inkokheli yombutho wa- bugangxa kwanokungabahloniphi abantu KwaZulu-Natal naseGauteng. INkulumbuso ye Phondo le Mpuma
bahlali ogama liyi Independent South base Mzantsi Afrika lo mbutho ulawulayo Koloni u-Oscar Mabuyane
African National Civic Organisation simemelela ukuba uMongameli welizwe OkaMabuyane kutsha nje uvakalise in-
uGqirha uZukile Luyenge ukholelwa lase Mzantsi Afrika kunye nesithethi send- tetho yakhe nalapho adize ukuba uyaba-
ukuba ziziphumo zemfazwe yanga- lu yePalamente uThandi Modise mabab- bulela abahlali ngesi senzo sabo. Kungoku
phakathi kumbutho olawulayo ezokuty- hengeze ngokukhawuleza ulonyulo luka nje kula maphondo amabini kugquba im-
huthulwa kwamashishini. Zwelonke ludityaniswe kunye nolonyulo fazwe yokutyhutulwa kweevenkile nalapho
ULuyenge ukuthethe oku izolo ngethuba loorhulumente base makhaya luqhutywe sekukho iidolophu esele zithwaxekile.
legqugula kunye noonondaba nekulapho kunyaka ozayo ingafikanga inyaka ka Can- Iingxelo zithi intsusa yolu dushe iza emva
avakalise ukuba umbutho awukhokheleyo zibe 2022,” utshilo uLuyenge. kokuba kwiveki ephelileyo kubusuku ban-
i-ISANCO umemelela ukuba makabhin- Uqukumbele ngelithi, bamemelela kuyo goLwesithathu lowo ebesaya kuba ngumon-
qiswe nelahle elivuthayo uMongameli yonke imibutho engajonganga nzu- gameli uJacob Zuma wazinikela kwinkonzo
welizwe okwangu mongameli wombutho zo kurhulumente kuquka namabandla yezoluleko e-Estcourt. Ukuba seluvalelweni
olawulayo uCyril Ramaphosa kunye ne- obuKrestu ancedisane kunye nabo ekul- kukaZuma, kurhaneleka ukuba ezi zixho-
sigqeba sakhe ngokutyhuthulwa kweeven- weni le meko bajongene nayo kwaye lo-xholo ziqhubeka KwaZulu-Natal nase-
kile zabantu kwanokudutyulwa kwabantu abakwaLizwi baqhubeke nokuthandazela Gauteng ngabantu abanesimbonono sokuba
kuma phondo ohlukeneyo kweli lizwe lase eli lizwe lase Mzantsi Afrika yonke lento makakhululwe okaZuma.
Mzantsi Afrika ngakumbi kwiphondo iK- iqhubekayo uyithetha ngokuqinisekileyo Kungoku nje kula maphondo sekutyalwe
waZulu-Natal, iRhawutini kunye naseNt- xa esithi umbutho olawulayo uyazana nayo umkhosi wokhuseleko.
shona Koloni. “Ngenxa yokukhokhela ngo- kwaye mawuphenduliswe ngayo.
IndluyeNkosi ithi makugadwe iidolophu zeliphondo
Ngu: Lihle Jijingubo
FLAGSTAFF: Usihlalo wendlu yenkosi zika rhulumente esele zikhona ezincedis- ukuba asizifumani singamaxhoba olwaphulo Gauteng. Ukanti ibhunga lolutsha iSouth
eMpuma Kappa uNkosi Langa Mavuso ana nabemi beli phondo. UNkosi Mavuso mthetho kunye nokulahlekelwa luqoqosho African Youth Council eNgquza Hill local
umemelela iinkosi zemveli kweli phondo uye wamemelela abezopolitiko kunye nam- lwethu masibambane ngezandla sikhalimele Municipality nalo lizeke mzekweni liz-
ukuba ziphakame zikhusele eli phondo abandla ukuba batshotshe entla ukukhalime- ngazwilinye ukonakaliswa kweedolophu ibophelela ekubeni alizubayinxalenye yale-
kwizigrogriso zobundlobongela. la umkhwa wokutshatyalaliswa kweedol- zethu”, kuchaza uMavuso. Uthe makung- mibhodamo.
Esi simemelelo usenze emva kombhoda- ophu. abikho venkile, migaqo, zakhiwo zika rhu- Unobhala welibhunga Lwando Nonkonya-
mo oqhubeka KwaZulu-Natal owenziwa Uthe ukuba abezopolitiko abawunqandi lo lumente ezonakaliswayo ngelixa kulawula na kulo masipala uthe bayayiqonda imiceli
ngabo babanga ngelithi ngabaxhasi baka mkhwa ungenza umonakalo omkhulu kwe bona. Ubongoze iinkosi ukuba zibambisane mngeni ejongene nabantu abatsha equka in-
Jacob Gedleyihlekisa Zuma. Uthe iinkosi liphondo le Mpuma Koloni nongathatha norhulumente ukuqinisekisa ukuba akun- dlala kunye netswela ngqesho kodwa lonto
maziqinisekise ukuba akonakaliswa nanye iminyaka ukuwulungisa. “Ukuhlala siyijon- geneleli umoya woqhankqalazo oqhuba mayingabakhuthazi ukuba bazibandakanye
idolophu kweli phondo kuquka nezakhiwo gile le meko kuzakuncedisa ekuqinisekiseni kwiphondo laKwaZulu-Natal kunye nase nolwaphulo mthetho.
PONDO NEWS FRIDAY 16 JULY 2021 - FRIDAY 23 JULY 2021 PAGE 3
Kuvalwe iindlela ezingena edolophini
Ngu: Dumisani Ntuli
KOKSTAD: Abezoshishini kule dolophu iHarding Kwakunye ne-Ixopo sele kukho abo eKokstad bathe, akukho nto izakwenzeka ezininzi, iivenkilie kuquka nezinye iindawo
kuquka abamhlophe bebambisnen nen- bazityhuthulela kwiivenkile. Ukutyhuthulwa bona bakhusela amshishini abo. Nakubeni ezithengisa amafutha ezithuthi bezivaliwe.
konzo yesipolisa abeeNkampani zoo- kweevenkile kuza emva kokuba kuqham- bengafunanga kuwadiza amagama abo kod-
nogada zabucala bavuke ngenjixukuxa buke udushe KwaZulu-Natal naseGauteng wa bakwazile ukuthetha noonondaba nalapho Kusenjalo usodolophu womasipala iG-
ngoLwesibini nalapho bekuvalwe zonke nalapho kukho iqela labantu elinesimbonono bebesithi, apha eKokstad bazakuqiniseki- reater Kokstad Municpality uBheki Mtolo
iindlela ezingena kule dolophu. sokuba makukhulukwe lowo wayesayakuba sa ukuba amashishini akhuselekile kwaye uluqhwabele izandla ubumbano lwabantu
Uvalo lweezindlela luza emva kokuba ku- ngumongameli weli lo Mzantsi Afrika uJa- abanakuvumela abantu abasuka ngaphandle bale dolophu ngokwenza konke okuse-
vakale ukuba iidolophu ezimbini eziquka cob Zuma. Abo bebevale iindlela ezingena bazekutyhuthula iivenkile zabo. Iindawo mandleni abo ekukhuseleni ushishino
nemisebenzi kule dolophu.
Ntabankulu
Local Municipality
UMYALEZO KASODOLOPHU WASE NTABANKULU
UCLLR TSILENG SOBUTHONGO
Singu masipala wase Ntabankulu, sim- ke asinothanda ukuba kuphazamiseke uhan-
emelela lonke uluntu lwase Ntabankulu jiso lweenkonzo eziya eluntwini ukuphucula
ukuba luqhubeke nokuziphatha kakuhle ubomi babantu bakuthi. Siyayazi ukuba zik-
nangesidima phakathi kwesiphithiphithi hona izinto esisasilela kuzo singu masipala
nezimbo eziphindisela inkqubela yelizwe ingakumbi iindlela, kodwa sisebenza nga-
umva. Izenzo esizibona zisenzeka kwez- mandla ukuqinisekisa ukuba siyayiphumele-
inye iindawo ingakumbi eThekwini nase la le miceli-mngeni. Isiqinisekiso semizamo
Rhawutini azintlanga konke konke kwaye yethu kukuba, sizothenga ogandaganda
asifuni nangayiphi na indlela zisichapha- bokwenza indlela khonukuze sikwazi ukun-
zele kulona wethu umhlaba. ciphisa ikilometres zeendlela zethu ezingek-
ho semgangathweni. Ngoko ke simemelela
Siyidolophana esoloko incinane kakade ukuba uluntu lwakuthi lubenomonde.
nesecaleni ngokwesakhiwo, ntoleyo eyen-
za ukuhluma kuhambe ngonyawo lonwabu. Kananjalo, siyadomboza ukuba sisebenze
Ngoko ke asingeke sizifumane sichithachi- ngokusondelelana siluluntu ukuqinisekisa
tha oku kuncinane sele sinako. Siyaqhube- ukuba asizifumani sikwisimo sokungazinzi,
ka nokusondelelana nosomashishini kunye yilo nto sicela ulutsha, amakhosi, iicawe
nabatyali zimali ukuba basondele nakulena nazo zonke izintlu ezibalaseleyo eku-
yethu idolophu ngenjongo yokuzotyala im- hlaleni ukuba zisebenzisane ukuqinisekisa
ali khonukuze kuvele imisebenzi namathu- ukuba kukhona uzinzo, umanyano kunye
ba, ngoko ke asikwazi ukuba sizifumane nentsebenziswano ekuhlaleni kwethu.
sitshabalalisa oku sele kukhona.
Enkosi
Singumasipala wase Ntabankulu, nanjen-
goko besithe thaca ubume bukamasipala HONOURABLE MAYOR
kunye nezicwangciso zonyaka mali osele Cllr. P.T Sobuthongo
uqalile, sele sithe bhazalala senza oku be-
sithe sizokwenzela uluntu lwakuthi. Ngoko
PAGE 4 FRIDAY 16 JULY 2021 - FRIDAY 23 JULY 2021 PONDO NEWS
Kuqhekezwe iivenkile Kuchongwe kwakhona usodolophu
Ngu: Lihle Jijingubo
FLAGSTAFF: Ibhunga lika masipala kundla apho ebecela khona umngeni isin-
wasekuhlaleni Ingquza Hill Local Mu- dululo sebhunga elalihleli ngomnyaka ka
nicipality liphinde kwakhona lachonga 2019. UCapa uqhube wathi elibhunga liye
uBulelani Mvulane njengo sodolophu lahlala lathabatha isindululo sokonyula
walo masipala. usodolophu emva kokulahla kukaMdingi.
Eli bhunga likwenze oku emva kokuba Lo masipala besekulithuba elide ungena
inkundla yezibheno iye yagweba ngelithi uphuma kwiinkundla zamatyala ubanga
lowo obefudula egusodolophu kulo ma- esi sihlalo kunye nalo kaMdingi. Unobha-
sipala wakhutshwa kungalandelwanga la we-African National Congress eMpu-
mthetho. Usomlomo webbhunga uNtan- ma Koloni uLulama Ngcukayithobi uthe
dokazi Capa uthe ibhunga lika masipala besisigqeba sephondo bayazibophelela
liye lahlala kutsha nje lonyula uMvulane ekuqinisekiseni uzinzo kulo masipala.
njengo sodolophu kulo masipala. Uthe uP-
atrick Mdingi uye walahla kwesi sikhundla. Nangona kukhona loqulukubhedu kulo
Loka Mdingi ulahla kwesi sikhundla emva masipala kodwa usodolophu uMvulane
kwemizamo neemfazwe kumaqonga een- uthe kuyaqhubeka ukuhanjiswa kwee
nkonzo kulo masipala.
Enye yeevenkile eye yachaphazeleka kuqulukubhodwe wokutyhuthulwa USokhanyile uzotyelela
kweevenkile
iiRenki zeeTaxi
IXOPO: Bashiyeke belusizi abasebenzi ophu isekwimeko engakhuselekanga ukuba
kwiivenkile ezininzi kule dolophu, ku- abasebenzi bangaqhubeka besebenza. Om- Ngu: Patrick Maqungqulu
landela ukuqhekezwa kuthathwe ukutya, nye wabasebenzi beevenkile ezicaphazele-
iimpahla kunye notywala. kileyo nogama lakhe laziwa yiPondo News
Eli phephandaba lifumene ingxelo yokuba uthe, kubonakala ngathi ingaphela le nyanga
ngoMvulo emva kwemini, ubundlobongela bengabuyelanga emsebenzini. “Abaphathi
nokuqhekezwa kweevenkile okoyanyaniswa basathe cwaka, ingakumbi kuba imeko apha
noqhankqalazo lokuba kukhutshwe lowa ayikazoli. Ndiqinisekile banoloyiko lo mon-
wayesakuba ngumongameli weli uJacob akalo omkhulu onokwenzeka xa benokuvula
Gedleyihlekisa Zuma kubeke imisebenzi ngoku, kodwa nathi sinoloyiko lwemiseben-
yabantu abaninzi esichengeni. Ngokutsho zi yethu,” kutsho lo msebenzi.
kwale ngxelo, iivenkile ezininzi azikavuli Ukanti ezinye zeevenkile, nangona ziva-
ukususela kwaqhekezwayo ngoMvulo kuba le kwangoko bengekafiki abaqhankqalazi,
imimoya ebantwini ayikehli, kwaye nedol- zigqibele zichaphazeleka nazo.
Lenziwe luqilima
ukhuseleko lwamashishini
Ngu: Patrick Maqungqulu
MTHATHA: Ubetha ngenqindi li lizwe lase Mzantsi Afrika lisenza imigushu- Usodolophu wesithili i-O.R Tambo uThokozile Sokhanyile uzotyelela iirenki
phantsi ngelithi asoze avumele ukon- zo ngelithi makukhululwe uKumkani uBuye- zeeTaxi kwidolophu iMthatha namhlanje
akaliswa kwamashishini woluntu lekhaya koko baye bayekela umthetho ukuba
ngoozungul’ichele umbutho wezith- mawudlale indima yawo. “Kungani abantu MTHATHA: Namhlanje kulindeleke zavulwa nanjengoko kuchazwe ukuba ku-
uthi zika wonke-wonke iMthatha bengenzi ngoluhlobo nathi esaye senza ngalo ukuba uSodolophu ka masipala wesithi- sasetyenzwa ngaphandle kophazamiseko
Taxi Owners Association. kuba nakuuthi kwakungemnandanga kodwa li i-O.R. Tambo uThokozile Sokhanyile nakalokunje.
Lo mbutho ukuthethe oku emveni kokuqhu- sakholelwa ekubeni akukho namnye umn- kunye nesigqeba sakhe atyelele zonke Isithethi sika masipala i-O.R. Tambo uZ-
beka ngokuyi mpumelelo kwephulo lawo tu omkhulu kumthetho welizwe ndiyabacela iirenki zezithuthi zika wonke-wonke ezi- imkhitha Macingwana uthe, uSodolophu
lokuthintela ukutyhuthulwa kwamash- abantu phantsi ngobundlobongela ntozakuthi,” kule dolophu. uwuqhwabela izandla umsebenzi owenzi-
ishini oluntu ebutsheni bale veki. Usihla- utshilo uNgewu. Isithethi sika masipala iKSD we ngabaqhubi beeTaxi kwidolophu iMtha-
lo kwi Mthatha Taxi Owners Association uSonwabo Mampoza uthe, “Into emnandi Ngokwengxelo olutyelelo luka Sokha- tha kwanolutsha lwale dolophu kungoko
uMthetheleli Ngewu uthe, sisazoqhubeleka bayaziwa abazungul’ichele ebebefuna ukumo- nyile kwezi renki luzoqhubeka kwintseni ebone kufanelekile ukuba makatyelele
nokugcina olucwangco silugcinileyo kude sha idolophu yethu kwaye sibajonge ngeliso yanamhlanje ngeliyokhahlela kumsebenzi zonke iirenki ayokwenza amazwi ombule-
kufikelelwe esiphelweni soku kuqhubekayo lokhetshe, ukhuseleko luluqilima sibambisene omhle owenziwe ngabaqhubi bezithuthi lo kubo eyokubakhuthaza kananjalo ukuba
kweli lizwe. “Sibone kufanelekile uku- neSecurity Cluster ekugcineni ucwangco kule dolophu wokuthintela ukungaqhubeki baqhubeleke nokulwa nawuphi na umkhu-
ba masingathuli kusonakala kwaye ukuba kwaye ushishino alukhange luchaphazeleke kodushe lokutyhuthulwa kwamashishini ba wobundlobongela ongakhokhelela ekut-
abenzi bobundlobongela kuledolophu beza luqhuba kakuhle njengesiqhelo”. oluntu oluqalise iiYure ezimbalwa ebutshe- shisweni nasekutyhuthuleni amashishini
ngezigalo nathi sikulungele oko, asinovu- Kwelakhe icala usihlalo kwi-O.R. Tambo ni baleveki lusenziwa ngabantu abachazwe oluntu. “Luluqilima ukhuseleko alenzileyo
ma kupheliswe imisebenzi yabantu bakuthi Business Chamber uVuyisile Ntlabathi uthe, njengoozungulichele kwanamasela. Le umasipala esebenzisana kunye nentlan-
ngoozungul’ichele tu,” kucacisa uNgewu. kuseluvuyo kubo xa bebona ukhuseleko migushuzo yeminqandandana yabantu ganisela yoonogada ukuquka namaPolisa
luluqilima kangaka kwaye kwintlangan- abangaziwayo ikhokhelele ekuvalwe- kwaye sizoqhubeka nokugada kungenze-
Uhambise wathi, abantu mabayekele iso ebebekuyo izolo kunye nosodolophu ni okwethutyana kodederhu lweevenkile ki nawuphi na umonakalo kwiidolophu
umthetho udlale indima yawo, nabo bebenya- wesithili i-O.R. Tambo kunye nabezokhu- iMthatha Plazza, B.T Ngebs Mall kunye zethu,” kuqukumbela uMacingwana.
mezele kubanjwe iKumkani yabo uKumkani seleko ibanikeze elikhulu ithemba, luliqili- ne Circus Triangle kodwa nazo zaphinde
uBuyelekhaya Dalindyebo abazange benze ma ukhuseleko kwaye akuvumelekanga
migushuzo nakutyhuthula iivenkile zabantu ukuba bachaze gabalala ngalo.
kwaye abazange babone nalinye iPhondo kwe-
TO ADVERTISE IN PONDO NEWS
039 727 1995 [email protected]
[email protected]
PONDO NEWS FRIDAY 16 JULY 2021 - FRIDAY 23 JULY 2021 PAGE 5
Kugrunjwe amalungu omntu
XHORHA: Ijongene netyala lokubu- weshumi elinesithathu kwinyanga eph- zini. Iingxelo zithi, xa usapho luzama nalapho kwafumaneka intloko kwakunye
lala indoda eneminyaka engamashu- elileyo. Kuvakala ukuba, ngale mini umfi ukutsalela umnxeba umfi, kukho intom- namathambo omntu esabalakile ekuk-
mi amathathu anesihlanu ubudala. ebesuka ekhayeni lakhe esingise eMtha- bazana eyazichaza njengomfi izithi ise- holeleka ukuba ngowomfi uFuneko.
Le ndoda negama layo linguSabelo Tsha- tha apho aphangela khona. Gauteng kwaye ayifuni kuphazanyiswa.
ka ityholwa ngokubulala isinqandamathe Uphando olwaqhutywa yinkonzoye- Kurhaneleka ukuba intombazana
sayo incediswa sesinye isinqanda mathe USapho lo mfi esi siganeko lasibika sipolisa lakhokhelela ekubeni kubanjwe eyaphendula umnxeba sesinye isinqa-
sayo uThobeka Sawulisi. Iingxelo zithi, emapoliseni emva kweentsuku ezin- uTshaka. UTshaka wakhokhlela inkonzo ndamathe sikaTshaka anabantwana ab-
umfi ugqityelwe ukubonwa ngomhla tathu kuba kwafumanek ukuba umqeshi yesipolisa kwilali yakhe iGusi esigangeni abini kuso. Abarhanelwa kungoku nje
womfi exela ukuba akamboni emseben- baseluvalelweni kwaye ityala liyaqhuba.
Ziphazamisekile iivenkile ngenxa yoqhankqalazo
Ngu: Coceka Magubeni
MOUNT AYLIFF: Kuye kwanyan-
zeleka bavale iivenkile oosomash-
ishini ngenxa yokoyikisela ukhu-
seleko lwabo, olwabasebenzi kunye
nolwezinto abazithengisayo.
NgoMvulo, emva kokuba kusaba-
lale imifanekiso kunye neevidiyo
kumakhasi onxibelelwano zobun-
dlobongela, ukuqhekezwa kwano-
kutshiswa kweevenkile kwezinye
iindawo, iivenkile zasemaXesibeni
zikhawuleze zavala. Oku kuqhekez-
wa kweevenkile kuqalwe ngabantu
kwiindawo ezise Thekwini naseR-
hawutini, besithi bafuna kukhutshwe
owayesakuba ngumongameli weli
uJacob Zuma.
Iziganeko ezihlasimlisa umzimba zo-
kuthatha iimpahla zokunxiba, ezend-
lu kunye nokutya kwenze iivenkile Kuke kwakho ukuphazamiseka kwezinye iivenkile ngenxa yoqhankqalazo oluqhuba eKZN naseGauteng
zakwiidolophu ezincinci zibe nolo-
yiko, ingakumbi kuba iziphumo zin-
gaphazamisa uqoqosho oluphantsi
lwazo. Ngokutsho komthombo oth-
ethe nePondo News, kufike umnxe-
ba osuka kubaphathi abaseKokstad
benika umyalelo wokuba kuvalwe.
“Babone kwezi venkile zaseThekwi-
ni, baze banika umyalelo wokuba
kuvalwe nangona kungekabikho nto.
Namhlanje akukho mali yenziweyo,”
kutsho lo mthombo.
Iinzame zokufumana izikhu-
lu zezivenkile ukuze ziphawule
ziwe phantsi kwade kwafika ixesha
lokushicilelwa kwenqaku.
Ukanti kwangolusuku, umasipala
ombaxa i-Alfred Nzo District Mu-
nicipality, ukhuphe imoto ebiham-
ba imemezela, icela abantu ukuba
bangazibandakanyi kwesi senzo
sokuqhekeza iivenkile.
039 727 1995
[email protected]
advertising.pondonews@
gmail.com
P. O. Box 1275
KOKSTAD
4700
PAGE 6 FRIDAY 16 JULY 2021 - FRIDAY 23 JULY 2021 PONDO NEWS
UMasipala Usodolophu udibene
ubenentlanganiso
nabathathi nxaxhebanajengoko kuqhuba udushe
Ngu: Lihle Jijingubo
MATATIELE: UMasipala ntlanganiso bonke abathathi nxax- FLAGSTAFF: Emva koqu- Uqhube wathi isigqibo sabahla- lisa ukutshisa kweezidolophu
heba baye bavumelana kwelokuba lukubhode oqhubeka kwe- li sokukhusela iidolophu zabo kodwa oonoTaxi kunye namap-
wasekuhlaleni iMatatiele Local kufuneka babeluqilima bangaziban- li lizwe apho konakaliswa yilento bekufanelekile ukuba olisa baye bafika kungekabik-
dakanyi nezenzo ezenzeka eGauteng khona iidolophu usodol- iyenzeka. “Abahlali kufanele- ho monankalo.
Municipality ubambe intlanganiso naKwaZulu-Natal. ophu eNgquza Hill uBule- kile ukuba bakhusele ngendlela Uye wabongoza abahlali kulo
Usodolophu weMatatiele Local Mu- lani Mvulane uye wadibana zonke iindawo zabo. masipala ukuba bazikhwebule
nabezenkolo, abezithuthi zikawon- nicipality uMomelezi Mbedla ucele nabathathi nxaxheba NgoL- kulo mkhwa kuba uzakuchap-
uluntu ukuba lukhusele izakhiwo wesibini kule dolophu. Ukuba abahlali bebenga- hazela abantu abaninzi. Uthe
ke-wonke kwakunye nabezoshishi- kananjalo lukhusele ezinto ezingun- khange bancedisane namacan- nangona kungekho monakalo
doqo ezokhiwa kwiminyaka enga- Abathabathi nxaxheba aye delo omthetho ngesibene ngx- umgakanani kwiidolophu zika
ni kule dolophu. phambili. “Okubalulekileyo kukuba wadibana nabo usodolophu aki enkulu kuqoqosho lwethu masipala kodwa amafutha een-
sisebenzisane sikhusele ubomi nent- baquka abanikazi beeTaxi, kuba luhleli lungazinzanga”, qwelo mafutha aphelile esitsho
Kuvakala ukuba injongo zale nt- lalo yoluntu lwethu. Angeke sikwazi oosomashishini kunye nabo kutsho uMvulane. Uqhube gelithi umbhodamo oqhubeka
ukutshabalalisa oko sinako singabantu bathengisa ezitalatweni. Usod- wathi kulo masipala uninzi KwaZulu-Natal uchaphaze-
langaniso nebibanjwe ngoLwesibini baseMatatiele,” kuvakalisa uMbedla. olophu uBulelani Mvulane lwabantu abatsha luxhomekeke la wonke umtu kulo mmandla
Usodolophu uye waqinisekisa uku- uthe injongo yale ndibano kwimisebenzi esezivenkile- wamaMpondo.
ibikukunika kudushe elinobundlo- ba onke amashishini kule dolophu bekukukhuthaza bonke aban- ni ukuba ubunganqandwan- Kusaqhuba ukugadwa kweez-
azakuqhubeleka ngokwendlela eyiyo tu abachaphazelekayo uku- ga ngewumkhulu umonakalo idolophu ngabahlai ubu-
bongela eluqhubeka kumaPhondo kwaye zonke iinkonzo kumasipala ba bakhusele iidolophu zabo nobuzakuthatha ixesha uku- suku neemiini bencedisana
zizakuqhuba ngokuqhelekileyo. kwabo baceba ukonakalisa ba ulungiseke. NgoLwesibini namalungu esipolisa.
amabini iKwaZulu-Natal kwakunye iidolophu ezikulo masipala. kukhona abo bebezama ukuqa-
neGauteng. Le ntlanganiso ibekho
emva kokuba kukhe kwakho uku-
vala kweevenkile ezininzi eKoks-
tad ngenxa yoloyiko lokuba udushe
oluqhuba eGauteng naKwaZulu-Na-
tal linganwenwa luchaphazele iKok-
stadde emva koko luye naseMatatiele
nanjengoko ezidolophi zimbini zing-
abamelwane. Kuvakala ukuba kule
TATA MAJOLA
Igama lam ndinguSibongile, ndihlala eThekwini. Ndan-
disokola kakhulu, ndadibana noTATA MAJONA wand-
inceda kakhulu. Imali yangena kwi-account yam mna
ndambhatala iR850 qha kwiR1.5million endayifumana
ngolo suku. Xa ufuna ukuncedakala founela uTATA MA-
JOLA, ukunceda ngosuku olunye
INGXAKI YEZIMALI: Imali ekhawulezayo ingene kwi-ac-
count yakho okanye endlini yakho (1day). Isikhwama
semimangaliso okany uswazi oluzisa imali.
IMIMANGALISO: Iyeza labefundisi ligcwale ibandla ba-
kuthembe. Sangoma. Politics. Ukuwina iitenders.
IINGXAKI ZOTHANDO: Buyisa isithandwa sakho (1
day). Ukwenza isithandwa sakho sithande wena wedwa.
INTLAHLA: Wina ilotto/casino. Wina amatyala ecourt.
Ukunyuselwa emsebenzini. Rhola kabini.
Founela uTATA MAJOLA ku:
078 190 7654
Whatsapp ku: 060 488 5331
UBABA SIBIYA So far Kokstad still has enough food
TRADITIONAL HEALER KING MNOSI IMPILO ENDE KU DR. AMINA
ANDIZIPHAKAMISI, ANDIZINCOMI, UDUMO s Ingxaki zomtshato xa uhlutshwa yindoda DR ATUPELE 100% Ndinceda ingxaki zakho ezilandelayo:
NDILUNIKWA NGABANTU NGEMISEBENZI YAM okanye umfazi. s Ndibolekisa ngempuku
ezikuzisela imali endlini yakho nakwi Igama lam ndinguTHOBEKA ndihlala eCape s Ndibuyisa isithandwa sakho.
CALL: 073 860 5555 account yakho in 40 minutes. s Hlukanisa Town, andazi ndizobulela kanjani kuDr Atu- s Xa ungafumani bantwana. s Imali
abantu abathandanayo. s Ukuqinisa umzi, pele ngomsebenzi andenzele wona. Ben- esheshayo yiza nesikhwama - 1 day.
Inyanga enkulu enamandla. UBABA SIBIYA yinyanga dixakekile kakhulu nam ndeva ngomnye s Iingxaki zasemsebenzini. s Imali engena
yoqobo enceda abantu abanengxaki ezinkulu. ishishini, imoto bayishiye beyibona. s Imali usisi waseMatatiele emaphephandabeni kwi-account yakho. s Xa ufuna ukuhlukana
Udume ingakumbi ngemali: ehamba ngomoya. s Amagundwane, magic ethetha ngoDr Atupele, bendinqwenela nentshaba zakho. s Ingxaki zangaphantsi.
l Imali esheshayo - 30mins. l Imali engena ukuba akwaba sadibana kudala. Emva kwe s Siyambuyisa umntu odutyuliweyo.
esikhwameni or endlini yakho. l 1.3million imali stick ikuphathela imali. s Umtshato 1 hour kwangena imali ebank kwi-account
engena kwi-account yakho uyifumane same day. okhawulezayo nokufumana abantwana. yam eyi 5million, yena ndambhatala i-10% s Siyaphindisa xa uthanda.
l Buyisa isithandwa sakho - 45 mins. l Abafana s Chansana oil ukuzisela imali kwi-account kuloo mali. Zihlobo zam ningashiyeki nanku s Siyamsusa umntu angabikho.
bomoya bakufakele imali engange 5million. yakho ngemini. s Ukubuyisa isithandwa uDr Atupele usula iinyembezi zabantu.
l Ndibolekisa ngeSendawana Oil for imali okanye Xa ufuna ukwazi yonke into nantsi inamba:
ishishini. l Ndinamanzi entlahla. l Ndiyakunceda sakho esilahlekileyo kwangaloomini. Dr Atupele ufumaneka kule nombolo,
ukuyeka utywala noba ukude kangakanani, call or whatsapp: UBHATALA EMVA KOMSEBENZI
nezinye ezininzi endingazibhalanga apha. Ndifumaneka eP.E. nase Eastern Cape
073 083 7875 078 109 7372
073 860 5555 Call: 083 423 2211
ONLY R100 BABA CHUMMA
MKHULU SHABANGU ONLY R100 BABA JOHN 100% BABA NDELA
CHANGED MY LIFE: 063 357 8738
Ndiphakamisa CHANGED MY LIFE: 063 077 4704 INKINGA ZEMALI KUPHELA
ukubulela uMkhulu My name is Thobeka am 48 years old from Eastern Cape
Shabangu My name is Nokuthula am 40 years old from Eastern Cape. I was s Imali esheshayo. currently staying in Witbank. I’m here to share my story of the
once a victim and I lost a lot because of fake sangomas. My husband s Imali engena ebank okanye endlini yakho great man BABA CHUMMA how he changed my life. I was a
Ndibonga ukuba nda- left me because I was so in debt. The bank took my home and I de- victim of fake doctors the took all my money, my house and
khawuleza ndabona. cided to move back home while I was busy planning to go back home same day. my pension money. I was about to give up thinking there is
Igama lam ndingu Nozi- I went to my cousin, I explained to her about my situation then she s Wallet Magic. s Lotto or Cassino. no real sangomas until the other day I was listening from the
bele Ngema, usom- gave me a number of Baba John and told me to phone him because radio on woman was testifying about BABA. It’s when I got
abhizinisi odume kakhulu she was also helped by him. The same day I called Baba John and s Promotion at work. BABA CHUMMA’s number then called him and explained to
e-Eastern Cape kwidol- told him about my situation, he just said: don’t worry I will help you, s Win tenders and contractors. him about my miserable life. I asked him if he can help me, he
ophu yase-East Londo. then he started telling me of his ways like Shortboys to put money said yes and started explaining to be about his ways SHORT-
in bank, Magic wallet to bring money in the house every day and CALL OR WHATSAPP: BOYS to put money in account, RATS to bring money home,
Emva kokulahlekelwa zizimali ezininzi koogqirha Sendawana oil for luck because of my situation that I needed money MAGIC WALLET and other ways but I chose SHORTBOYS
nezangoma uMkhulu Shabangu nge 12 March fast. I chose Shortboys to put money in my account the I did every- 071 577 7949 to put money in my account and I sent him R100 to start the
2021 wandinceda ekfumaneni imali engango R3,- thing he wanted to start the job. I got a message from the bank that job, after a while I was shocked with a message from the bank
5million yangena kwi-account yam yathatha u45 money was in. I couln’t believe I checked my balance it was lots of that all the money I asked him was in my account. I checked
minutes kuphela nje. Ndabona ephepheni aban- money. I called Baba John he just said it’s my money I must just send my balance on the phone. I couldn’t believe, I went to the
tu bencoma bebulela ngemimangaliso ayenzayo him 10% of the money. I have my own business, I bought a house of bank, I sent him his 10% as we agreed, all thanks to BABA
kwezezimali. U-Andiswa Majola ebulela ngokufu- my dreams and am living happily with my family so my fellow South CHUMMA. I have everything that I lost, I have my own busi-
mana iR2million kwi-account yakhe, Anele Mkhize Africans if you’re struggling in life this is your time to change. ness, don’t hesitate to call him now, he’s real.
ebulela ngokufumana iR1,5million endlini yakhe, Call Baba John now and I promise you that you won’t regret.
uMandlovu ebulela ngokufumana iR2,5million BABA CHUMMA: 063 357 8738
kwi-account yakhe. Uyakhanyisa kuphela uphinde CALL HIM NOW: 063 077 4704
ubhatale u10% xe sele uphumelele.
UMKHULU SHABANGU UFUMANEKA KULE
NOMBOLO:
076 076 4364
PONDO NEWS FRIDAY 16 JULY 2021 - FRIDAY 23 JULY 2021 PAGE 7
KEEPING OUR TOWN SAFE!!!
Business people and taxi industry in Kokstad take no
nonsense as they are waiting for looters to deal with
them decisively. All entrances in Kokstad are monitored
INSIDE TOWN...
Le yivenkile ebonakale isonganyelwa ngumthamo wabathengi
kuba bekuyiyo yodwa ebivulile ngelixa abanye oosomashishini
eKokstad bebezivalile iivenkile zabo ngenxa yodushe obeku-
vakala ukuba luyatshisa kwiidolophu ezikufuphi neKosktad
PICTURES BY: Bekukhala ibhungane ezivenkileni kuba ooshomashishini benen-
MAX MXABO & DUMISANI NTULI kxalabo
For any sports news
Telephone: 039 727 1995
E-mail: [email protected]
SURROUNDING TOWNS...
Isebe lokuhlaliswa koluntu (Human Settlement) eXopo abantu balitshabalalisile
Umzimkhulu is a mess but taxi owners managed to save Umzimkhulu Mall
Yheyi zabasinda iitrolley abantu bengabhatalanga eHarding kwaye bayazinco-
ma bathi bazokhe balale ezibhedini
Etywaleni bebezenzela bebanga ngelithi libanqabele sukela oko uMongameli
wamilisela iLockdown
Ezinye zeevenkile kusale kunje! Iimatshini (ATMs) zemali zishiyeke zingenamali It’s a shame, foreign nationals are fearing for
emva koqhekezo their lives and decided to close their shops